Ndinokubulela kuye uThixo, endamkhonzayo kwakoomawokhulu ndinesazela esihlambulukileyo, ndíkukhumbula njengokungapheliyo, ekukhungeni kwam ubusuku nemini;