2 Kayohane 1:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. kuba lowo umbulisayo unobudlelane naye ngemisebenzi yakhe engendawo.

12. Ndinezinto ezininzi nje zokunibhalela, andingi ndingazibhala ngaphepha nangainki; ndithembe ukuza kuni, sithethe ngomlomo, ukuze uvuyo lwethu luzaliseke.

13. Bayakubulisa abantwana bodade wenu onyuliweyo. Amen.

2 Kayohane 1