2 Kapetros 3:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Le nto ke inye mayingafihlakali kuni, zintanda, ukuba phambi kweNkosi imini enye injengeminyaka eliwaka, neminyaka eliwaka injengemini enye.

2 Kapetros 3

2 Kapetros 3:7-16