2 Izikronike 9:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

USolomon wayenamawaka amané emikhombe yezitali zamahashe neenqwelo, neshumi elinamabini amawaka amahashe akhwelwayo; wawabeka emizini yeenqwelo, nakukumkani eYerusalem.

2 Izikronike 9

2 Izikronike 9:23-31