2 Izikronike 9:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza amakhulu amathathu eengweletshetshe zegolide engumkhando; zangamakhulu amathathu iishekele zegolide, awaleka ngazo ngweletshetshe-nye. Ukumkani wazibeka endlwini yehlathi laseLebhanon.

2 Izikronike 9

2 Izikronike 9:11-25