2 Izikronike 8:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku uSolomon wayinyusa intombi kaFaro emzini kaDavide, wayisa endlwini abeyakhele; ngokuba ubesithi, Akayi kuhlala umfazi wam endlwini kaDavide, ukumkani wamaSirayeli; ngokuba kungcwele, apho kungené khona ityeya kaYehova.

2 Izikronike 8

2 Izikronike 8:3-18