2 Izikronike 8:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwathi ekupheleni kweminyaka emashumi mabini, abesakhé ngayo uSolomon indlu kaYehova neyakhe indlu,

2. imizi uHiram abeyinike uSolomon wayakha uSolomon, wababeka khona oonyana bakaSirayeli.

3. Waya uSolomon eHamati-tsobha, wayeyisa.

2 Izikronike 8