2 Izikronike 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabingelela ukumkani uSolomon umbingelelo weenkomo ezimawaka amashumi mabini anamabini, nempahla emfutshane engamawaka alikhulu elinamanci mabini.Bayisungula indlu kaThixo ukumkani nabantu bonke.

2 Izikronike 7

2 Izikronike 7:3-6