2 Izikronike 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomhla wamashumi mabini anantathu wenyanga yesixhenxe, wabandulula abantu; baya ezintenteni zabo bevuya, bechwayithile, ngenxa yokulunga awakwenzayo uYehova kuDavide, nakuSolomon, nakumaSirayeli abantu bakhe.

2 Izikronike 7

2 Izikronike 7:1-15