2 Izikronike 6:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kususela kwimini endabakhuphayo abantu bam ezweni lamaYiputa, andinyulanga mziezizweni zonke zakwaSirayeli wokwakha indlu, yokuba igama lam libe kuyo; andinyulanga ndoda yokuba yingànga yabantu bam amaSirayeli;

2 Izikronike 6

2 Izikronike 6:3-15