2 Izikronike 6:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba bathe abantu bakho amaSirayeli boyiswa ziintshaba zabo kuba bekonile, baza babuya balivuma igama lakho, bathandaza, batarhuzisa phambi kwakho kule ndlu:

2 Izikronike 6

2 Izikronike 6:18-31