2 Izikronike 4:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubungqingqwa balo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; lwaye lungena iibhate* ezimawaka mathathu.

2 Izikronike 4

2 Izikronike 4:1-10