2 Izikronike 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza isibingelelo sobhedu: baziikubhite* ezimashumi mabini ubude baso, baziikubhite ezimashumi mabini ububanzi baso, kwaziikubhite ezilishumi ukuphakama kwaso.

2 Izikronike 4

2 Izikronike 4:1-8