2 Izikronike 36:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYehoyakim, namasikizi akhe awawenzayo, nokwafumanekayo kukuye, nanko kubhaliwe encwadini yookumkani bakwaSirayeli nabakwaYuda. Waba ngukumkani uYehoyakin, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.

2 Izikronike 36

2 Izikronike 36:1-12