2 Izikronike 36:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba lizaliseke ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya, lide ilizwe lanele ziisabatha zalo; ngayo yonke imihla yokuba senkangala kwalo, laphumla, ukuba kuzaliswe iminyaka emashumi asixhenxe.

2 Izikronike 36

2 Izikronike 36:13-22