2 Izikronike 36:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo wagwilika kukumkani, kuNebhukadenetsare, obemfungise uThixo; waba ngontamo ilukuni, wayenza ingqoshomba intliziyo yakhe, ukuze angabuyeli kuYehova, uThixo wakwaSirayeli.

2 Izikronike 36

2 Izikronike 36:5-22