2 Izikronike 36:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekuveleni komnyaka, ukumkani uNebhukadenetsare wathumela wamzisa eBhabheli, kunye neempahla ezinqwenelekayo zendlu kaYehova; wenza uZedekiya, umninawa wakhe, ukuba abe ngukumkani kwaYuda naseYerusalem.

2 Izikronike 36

2 Izikronike 36:5-20