2 Izikronike 35:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma abathunywa kuye, wathi, Yintoni na enam nawe, kumkani wakwaYuda? Andizé kulwa nawe namhla; ndize endlwini endilwa nayo; uThixo uthe mandikhawulezise; mkhwelele uThixo onam, angàkutshabalalisi.

2 Izikronike 35

2 Izikronike 35:12-27