2 Izikronike 35:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni koko bazilungisela ngokwabo kwanababingeleli; ngokuba ababingeleli, oonyana baka-Aron, babenyusa amadini anyukayo namaqatha, kude kube sebusuku. Ke abaLevi bazilungisela ngokwabo kwanababingeleli, oonyana baka-Aron.

2 Izikronike 35

2 Izikronike 35:4-21