2 Izikronike 34:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bazidiliza phambi kwakhe izibingelelo zooBhahali,* neentsika zelanga ezibe ziphezu kwazo, wazigawula; ooAshera nemifanekiso eqingqiweyo netyhidiweyo wayaphula, wayicola yaluthuli, wayisasaza phezu kwamangcwaba âbo babebingelele kuyo.

2 Izikronike 34

2 Izikronike 34:1-11