2 Izikronike 34:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngokokuba ibithambile intliziyo yakho, wasuka wazithoba ebusweni bukaThixo ekuweveni kwakho amazwi akhe, malunga nale ndawo nabemi bayo; wazithoba phambi kwam, wazikrazula iingubo zakho, walila phambi kwam: nam ndikuvile; utsho uYehova.

2 Izikronike 34

2 Izikronike 34:22-28