2 Izikronike 34:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UShafan wayizisa incwadi kukumkani; kanjako wambuyisela ilizwi ukumkani esithi, Konke obekunikelwe esandleni sabakhonzi bakho, bayakwénza;

2 Izikronike 34

2 Izikronike 34:11-17