2 Izikronike 33:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uManase wawalahlekisa amaYuda nabemi baseYerusalem, ukuba benze okubi, ngaphezu kweentlanga awazitshabalalisayo uYehova phambi koonyana bakaSirayeli.

2 Izikronike 33

2 Izikronike 33:8-12