2 Izikronike 33:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yena wabacandisa oonyana bakhe emlilweni, emfuleni wakwaBhen-hinom, waba litola, wahlaba izihlabo, wakhafula, wamisa abaneshologu noosiyazi, wakwandisa ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuba amqumbise.

2 Izikronike 33

2 Izikronike 33:3-7