2 Izikronike 32:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UHezekiya walala kooyise; bamngcwabela endulini yamangcwaba oonyana bakaDavide. Amzukisa ekufeni kwakhe amaYuda nabemi baseYerusalem. UManase, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:23-33