2 Izikronike 32:31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ke emcimbini wabathunywa abangamakhumsha, abathetheli baseBhabheli, ababethunyiwe kuye, bebuzisa ngesimanga esabakho ezweni lakhe, uThixo wamshiya, ukuba amlinge, ákwazi konke okusentliziyweni yakhe.

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:24-33