2 Izikronike 32:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabhala incwadi yokumngcikiva uYehova uThixo kaSirayeli, ethetha ngaye esithi, Njengokuba oothixo beentlanga zamazwe bengabahlangulanga abantu babo esandleni sam, ngokunjalo akayi kubahlangula noThixo kaHezekiya abantu bakhe esandleni sam.

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:11-20