2 Izikronike 32:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nguwuphi na koothixo bonke bezo ntlanga, bàzisingela phantsi oobawo, owaba nako ukubahlangula abantu bakhe esandleni sam, ukuba abe nako uThixo wenu ukunihlangula esandleni sam?

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:11-23