2 Izikronike 32:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni kwezi zinto noku kunyanisa, weza uSaneribhe, ukumkani waseAsiriya, walingenela elakwaYuda, wangqinga imizi enqatyisiweyo; wathi uya kuzigqobhozela.

2 Izikronike 32

2 Izikronike 32:1-9