2 Izikronike 31:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ukuba kwabelwe iintsatshana zabo zonke ezibhaliweyo emilibeni yokuzalwa, abafazi babo, noonyana babo, neentombi zabo, kwibandla lonke. Ngokuba ngokunyanisa kwabo bazingcwalisa ke ngezinto ezingcwele.

2 Izikronike 31

2 Izikronike 31:13-21