2 Izikronike 31:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

iyodwa into eyindoda ebhalwe emilibeni yokuzalwa, ethabathele kominyaka mithathu ezelwe kwenyusa, kubo bonke abangenáyo endlwini kaYehova ukwamkela into yemini, ngangemini yayo, yomsebenzi wabo, ezigxineni zabo ngokwamaqela abo.

2 Izikronike 31

2 Izikronike 31:6-20