2 Izikronike 31:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bazilungisa ke, bawungenisa umrhumo, nezishumi, nezinto ezingcwalisiweyo ngokukholekileyo.Umphathi wazo ibiyingànga uKonaniya umLevi, noShimehi umninawa wakhe, obengowesibini;

2 Izikronike 31

2 Izikronike 31:6-14