2 Izikronike 31:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAzariya umbingeleli oyintloko, owendlu kaTsadoki, kuye, Kuseloko kwaqalwayo ukuziswa imirhumo endlwini kaYehova, sidé sahlutha, sashiya kakhulu; ngokuba uYehova ubasikelele abantu bakhe; le nto ingaka yeseleyo.

2 Izikronike 31

2 Izikronike 31:4-12