2 Izikronike 30:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lavuya lonke ibandla lakwaYuda, nababingeleli nabaLevi, nebandla lonke elavela kwaSirayeli, nabasemzini, abavela kwaSirayeli kwanabahleli kwaYuda.

2 Izikronike 30

2 Izikronike 30:20-27