2 Izikronike 30:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ngokuba babebaninzi ebandleni abe bengazingcwalisanga. AbaLevi bamela ukuxhela ipasika ngenxa yabantu bonke abaziinqambi, ukuba iimvana zingcwaliselwe kuYehova;

2 Izikronike 30

2 Izikronike 30:10-25