2 Izikronike 29:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kananjalo bazivala iingcango zevaranda,* bazicima izibane, àbaqhumisela ngesiqhumiso, àbawanyusa amadini anyukayo engcweleni kuThixo kaSirayeli.

2 Izikronike 29

2 Izikronike 29:1-12