2 Izikronike 29:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uHezekiya nabantu bonke bakuvuyela oko uThixo akuqinisele abantu; ngokuba le nto yenziwa ngesiquphe.

2 Izikronike 29

2 Izikronike 29:31-36