2 Izikronike 28:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UPeka, unyana kaRemaliya, wabulala kumaYuda ikhulu elinamanci amabini lamawaka ngamini-nye, bonke bengamadoda anobukroti, ngokushiya kwabo uYehova, uThixo wooyise.

2 Izikronike 28

2 Izikronike 28:4-7