2 Izikronike 28:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asuka ke amadoda akhankanywe ngamagama, abathabatha abathinjwa, abambathisa bonke ababezé phakathi kwabo ngamaxhoba, abambathisa, abanxiba iimbadada, abadlisa, abaseza, abathambisa, abathundeza ngamaesile bonke abatyhafileyo, abása eYeriko, kumzi wamasundu, kubazalwana babo; wona abuya aya kwaSamari.

2 Izikronike 28

2 Izikronike 28:8-18