2 Izikronike 28:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwesuka ke amadoda akwiintloko zoonyana bakaEfrayim, ooAzariya unyana kaYohanan, noBherekiya unyana kaMeshilemoti, noHezekiya unyana kaShalum, noAmasa unyana kaHadelayi, ema phambi kwabavela emkhosini;

2 Izikronike 28

2 Izikronike 28:2-14