2 Izikronike 26:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma walwa namaFilisti, waluqhekeza udonga lwaseGati, nodonga lwaseYabhene, nodonga lwaseAshdode, wákha imizi kummandla waseAshdode naphakathi kwamaFilisti.

2 Izikronike 26

2 Izikronike 26:1-15