2 Izikronike 26:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

U-Uziya walala kooyise; bamngcwabela ngakooyise emhlabeni wokungcwaba wookumkani; ngokuba bathi, Úneqhenqa. UYotam, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Izikronike 26

2 Izikronike 26:19-23