2 Izikronike 26:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waye u-Uziya ukumkani eneqhenqa, kwada kwayimini yokufa kwakhe, wahlala endlwini eyodwa, eneqhenqa; ngokuba wanqanyulwa endlwini kaYehova. UYotam, unyana wakhe, wayiphatha indlu yokumkani, ebalawula abantu belizwe.

2 Izikronike 26

2 Izikronike 26:13-23