2 Izikronike 26:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaphantsi kwabo, impi ephuma umkhosi yayingamakhulu amathathu amawaka, anamawaka asixhenxe, anamakhulu mahlanu alwayo, anamandla obukroti ukumnceda ukumkani elutshabeni.

2 Izikronike 26

2 Izikronike 26:5-15