2 Izikronike 25:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAmatsiya wathi kumfo wakwaThixo, Liya kuthiwani na ikhulu leetalente, endalinika umkhosi wamaSirayeli? Wathi umfo wakwaThixo, UYehova angákunika okuninzi kunoko.

2 Izikronike 25

2 Izikronike 25:5-11