2 Izikronike 25:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kweza ke umfo wakwaThixo kuye, esithi, Kumkani, mawungahambi nawe umkhosi wamaSirayeli; ngokuba akakho uYehova kumaSirayeli, koonyana bonke bakwaEfrayim.

2 Izikronike 25

2 Izikronike 25:1-14