2 Izikronike 25:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAmatsiya ukumkani wakwaYuda wathabatha icebo, wathumela kuYowashe, unyana kaYehowahazi, unyana kaYehu, ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Khawuze siqwalaselane ngamehlo.

2 Izikronike 25

2 Izikronike 25:15-24