2 Izikronike 25:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke abomkhosi awababuyisayo uAmatsiya, ukuba bangàyi naye ekulweni, bayingenela imizi yakwaYuda, bethabathela kwaSamari, besa eBhete-horon, babulala kuyo amawaka amathathu, baphanga into eninzi yamaxhoba.

2 Izikronike 25

2 Izikronike 25:7-22