2 Izikronike 25:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAmatsiya wazomeleza, wabaqhuba abantu bakhe, waya eSihlanjeni seTyuwa, wabulala koonyana bakwaSehire ishumi lamawaka.

2 Izikronike 25

2 Izikronike 25:2-12