2 Izikronike 24:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYowashe ubeminyaka isixhenxe ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mané engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguTsibheya waseBher-shebha.

2 Izikronike 24

2 Izikronike 24:1-7